News

News




Special council Meeting

SPECIAL COUNCIL MEETING
Mrs P.A.X Dunywa, the Acting Municipal Manager, as duly instructed by the
Speaker of O.R. Tambo District Municipality, (Cllr X. Nkompela) hereby gives
notice that in terms of Section 19(b) of the Municipal Systems Act, Act 32 of 2000,
that a Special Council Meeting of O.R. Tambo District Municipality will be held
on Friday, 19th March 2021 at 09H00 in O.R. Tambo Hall, Old Government
Printers Building, Southernwood, Mthatha.
In terms of Section 20(1) of the Municipal Systems Act No. 32 of 2000, members
of the public, the media and other interested parties or bodies are invited to attend
the meeting.
INTLANGANISO YEBHUNGA
UNkosikazi P.A.X. Dunywa, olibambela Mphathi loMasipala, njengoko eyalelwe
nguSomlomo weBhunga lomasipala iO.R. Tambo District Municipality (Cllr X.
Nkompela) uyazisa ngokweCandelo 19(b) lomthetho wohlobo lokusebenza
kooMasipala, (Municipal Systems Act,Act No.32 of 2000) ukuba iNtlanganiso
yeBhunga loMasipala iO.R. Tambo District Municipality iyakubanjwa
ngoLwesiHlanu umhla we31 kwinyanga yeKwindla kunyaka 2021 ngentsimbi
yethoba kusasa, kwiHolo likaMasipala O.R. Tambo, eSouthernwood, eMthatha.
NgokweCandelo 20(1) loMthetho wohlobo lokusebenza kooMasipala, uluntu
ngokubanzi, iintatheli kwakunye namanye amaqela anomdla ayamenywa ukuba
abe yinxalenye yalentlangano.

P.A.X DUNYWA
ACTING MUNICIPAL MANAGER

Date Posted: 2021-03-15

Search